IPhondo yaMpuma-Koloni

From Wikipedia

UPhondo yaMpuma-Kapa lolunye lwamaPhondo weloMzantsi Afrika.

Ikomkhulu ise yiBisho.

Inani labahlali liqikelelwa kwi- 6.436.761 bahlala phaya.

Iilwimi ezithethwa kweliPhondo zimi ngoluhlobo: isiXhosa (83%), nesiBhulu (9,6%), nesiNgesi (3,7%) kwakunye nesiSotho.