Ndiyazingca ngesiNtu
From Wikipedia
Mandigawule ndiwarhuqa!
Uninzi Lwabantu abantetho isisiXhosa besimbo esimbo esibi sokutyeshela ulwimi lwethu. Ndiqhaphele nto ithile ethi yenziwe zezinnye zentsapho ezifumileyo, ukungathethi isiXhosa kwakunye nabantwana babo. Kulemihla ukuba uthetha is Xhosa esigqibeleleyo ngaphandle kokusixuba nezinye ilwimi ukhangelelka njengongantweni okanye umntu ongazimisele ntweni. Oku kuyandikhanthaza MzikaTshiwo.Mna ndiseligatyana elizimisele ukuviselela isintu kodwa kungelishwa andinasakhono sibhekephi.
Mazenethole
Khanyisa Kutu